Dr. Kaunda traditional & prophetic healer{ ixhwele lesintu} 0722274500 (whatsap) - East London

Wednesday, 25 May 2016

Item details

City: East London, Eastern Cape
Offer type: Offer
Price: R 5

Contacts

Contact name DR. KAUNDA
Phone 0722274500

Item description

FUMANA UNCEDO OLUPHEZULU LOKUNYANGWA, UBHATALE UHLEKA WEDWA.
" IXHWELE ELINCONO KUNAWO WONKE "

NDILIXHWELE ELIDIBANISA AMAYEZA ESINTU ANAMANDLA AMAKHULU KAKHULU .
NDIGILA IZIMANGA, NDIZISE IMPUMELELO NGOKUKHAWULEZA.
NDIXAZULULA IINGXAKI ZONKE ZESINTU NOBA NGABE ZINZIMA KANGAKANANI .
NDIYANYANGA ZONKE IZIFO.

LUMKELA AMAXHWELE OBUXOKI!
AVE KUBUHLUNGU UKUTYELWA IMALI UBE UZAMA UBOMI EKUGQIBELENI UNGANCEDAKALI...


MININSI IMISEBENZI YAM OKUBALELWA LE ELANDELAYO:

1. IINGXAKI ZOTHANDO
Ndibuyisa isithandwa sakho esakushiya kudala .
Ndenza isithandwa sakho sikuthande ngendlela ezokwanelisa, sive ngawe.
Ndenza isithandwa sakho sijonge wena wedwa.
Xa unomgqwaliso ndiyawukhupha ubuyele kumnikazi wawo.

NDIXAZULULA ZONKE IINGXAKI ZOTHANDO.

2. UMTYEBO NEMALI
Ngena evenkileni uthathe yonke imali ephakathi bangakuboni abantu, noba ubuyiselwe ushintshi omninsi.
Xa ufuna ukuthwalela imali yesivunguvungu.
iimpuku ezizisa imali kuwe.
Xa unengxaki yemali , ungayiboni , iphelele ezandleni .
Fumana iimali zininsi kwi Lotto ne Casino.
Intonga yezimanga enceda kwezezimali nokusulelwa isikweleti kunye nokuthatha isikweleti .
Ndibuyisa intlantla yemali kumntu owazalwa nayo yaphinda yahamba, ndizise ithamisanqa yemali kwabangazange babenayo.
Xa ufuna ukucacelwa iphupho lemali , uphuphe uyiphethe uvuke ingekho.
Fumana ikhubalo elinceda kwezoshishino libe impumelelo engunaphakade.

NDIXAZULULA ZONKE IINGXAKI ZEZIMALI... THETHA NAM

3.IINGXAKI ZESINTU ZONKE NEZIGULO
Ukwenqena kwenduku yangasese , ukhawuleze ukuchama.
Inzalo emadodeni nasebafazini.
Amanzi esithweni sangasese kubesifazane noba imbiza enkulu.
Ubuhlungu nokudumba kwesitho sangasese emadodeni.
Izifo zonke zocansi kwabesifazane nasemadodeni .
Ndixazulula zonke iingxaki zobuthakathi .
Ndibuyisa iimpahla ezibiwe kunye nomntu olahlekile.
Ndiyanceda enkundleni yamatyala , ndibakhuphe ababanjiweyo, kunye nabagwetyiwe.
Xa unengxaki emsebenzini okanye awuwufumani umsebenzi Ndingakunceda .

NDIBALISELE INGXAKI YAKHO NOBA ISIFO ONASO, UNCEDO NDINALO!!
AMAYEZA NDIYAWATHUMELA NGEPOSI XA UHLALA KUDE .

NGEMISEBENZI YAM NGEKE UZISOLE!!